Nehemiah 12:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ABA ngabaperisite naba‐Levi abanyukayo kunye no‐Zerubabeli unyana ka‐Shalatiyeli, no‐Yoshuwa: u‐Seraya, u‐Jeremiya, u‐Ezera,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngabo aba ababingeleli nabaLevi, abenyuka noZerubhabheli unyana kaShelatiyeli, noYeshuwa: ibinguSeraya, noYeremiya, noEzra,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngabo aba ababingeleli nabaLevi, abenyuka noZerubhabheli unyana kaShalatiyeli, noYoshuwa: uSeraya, noYeremiya, noEzra,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Naba ababingeleli nabaLevi ababuya noZerubhabheli unyana kaShelatiyeli kunye noYeshuwa: uSeraya, uJeremiya, uEzra,