Nehemiah 12:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku u‐Yoshuwa wazala u‐Yoyakime, no‐Yoyakime wazala u‐Eliyashibe, no‐Eliyashibe wazala u‐Yoyada,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke uYeshuwa wazala uYoyakim; uYoyakim wazala uEliyashibhi;uEliyashibhi wazala uYoyada;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYeshuwa wazala uYoyakim; uYoyakim wazala uEliyashibhi; uEliyashibhi wazala uYehoyada;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYeshuwa yayinguyise kaYoyakim, uYoyakim enguyise kaEliyashibhi, uEliyashibhi enguyise kaJoyada,