Nehemiah 12:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
no‐Yoyada wazala u‐Jonatane, no‐Jonatane wazala u‐Yaduwa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
uYoyada wazala uYonatan; uYonatan wazala uYaduwa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYoyada wazala uYonatan; uYonatan wazala uYaduwa;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
uJoyada enguyise kaJonatan, uJonatan enguyise kaYaduwa.