Nehemiah 12:26 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Aba bebeko emihleni ka‐Yoyakime, unyana ka‐Yoshuwa, unyana ka‐Yotsadaki, nasemihleni ka‐Nehemiya inkosi, no‐Ezera umperisite, umba̔li.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Abo babekho emihleni kaYoyakim unyana kaYeshuwa, unyana kaYotsadaki, nasemihleni kaNehemiya ibamba, noEzra umbingeleli, umbhali.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwakungemihla kaYehoyakim unyana kaYeshuwa unyana kaYosadaki nangemihla yerhuluneli uNehemiya nombingeleli uEzra umbhali.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Babelungiselela ngemihla kaYoyakim unyana kaYeshuwa, kaYozadaki, nangemihla kaNehemiya umlawuli, noEzra umbingeleli ongumchazi-mthetho.