Nehemiah 12:31 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndaza ndenyusa inkosi zakwa‐Juda pezu kwodonga, ndamisa amaqela mabini amakulu abayenza imibulelo nabahamba ngokuqoqoza, elati elinye laya ngasekunene pezu kwodonga ngasesangweni lenkunkuma:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndabanyusa abathetheli bakwaYuda phezu kodonga, ndamisa amaqela amakhulu amabini okubulela, enza imityino, elinye lasinga ekunene phezu kodonga esangweni lenkunkuma.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndanyusa iinkosana zakwaYuda ndanyusa udonga ndaza ndabeka iingoma ezimbini zokudumisa, yaye enye yazo yema ngasekunene kodonga ukuya kwisango laseMohili.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Iinkokheli zakwaJuda ndazidibanisa phezu kodonga. Ndamisela neekwayala ezinkulu zambini, zatsho ngemibongo. Enye yaqabela phezu kodonga, yajonga ngasekunene ekuyeni kwiSango lobuLongwe.