Nehemiah 12:32 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nasemva kwabo kwahamba u‐Hoshaya, nesinye isiqingata senkosi zakwa‐Juda,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Emva kwalo kwahamba uHoshaya nesiqingatha sabathetheli bakwaYuda,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Balandela ooHoshaya nesiqingatha sabathetheli bakwaYuda,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UHoshaya nesiqingatha seenkokheli zakwaJuda zalandela