Nehemiah 12:35 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nakubo onyana babaperisite benamaxilongo: u‐Zekariya, unyana ka‐Jonatane, unyana ka‐Shemaya, unyana ka‐Mataniya, unyana ka‐Mikaya, unyana ka‐Zakure, unyana ka‐Safa;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Koonyana bababingeleli benamaxilongo yayinguZekariya unyana kaYonatan, unyana kaShemaya, unyana kaMataniya, unyana kaMikaya, unyana kaZakure, unyana ka-Asafu;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Koonyana bababingeleli baqupha ukuvuthela ngezigodlo; nguZekariya, unyana kaYonatan, unyana kaShemaya, unyana kaMataniya, unyana kaMikaya, unyana kaSagure, unyana ka-Asafu;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kunye nabanye ababingeleli, bephethe amaxilongo, uZakariya unyana kaJonatan, kaShemaya, kaMataniya, kaMikaya, kaZakure, ka-Asafu,