Nehemiah 12:36 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nabazalwana bake, u‐Shemaya, u‐Hazareli, u‐Milalai, u‐Gilalai, u‐Mahai, u‐Netaneli, no‐Juda, n o‐Hanani, benezinto zokuculisa zika‐Davide indoda katixo, u‐Ezera umba̔li epambi kwabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
nabazalwana bakhe: ooShemaya, noAzareli, noMilalayi, noGilalayi, noMahayi, noNataniyeli, noYuda, noHanani, beneempahla zokuvuma zikaDavide umfo wakwaThixo; ke uEzra umbhali ebephambi kwabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Abazalwana bakhe yayinguShemaya noAzareli noMilalayi noGilalayi noMahayi noNataniyeli noYuda noHanani ababephambi kwabo bephethe izixhobo zikaDavide uTHIXO oyinyaniso noEzra umbhali.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
namahlakani akhe, uShemaya, uAzarele, uMilalayi, uGilalayi, uMayi, uNataniyeli, uJuda, noHanani, benezikhalisi ezamiselwa nguDavide umfo wakwaThixo. Ke loo mngcelele wawukhokelwa nguEzra umchazi-mthetho.