Nehemiah 12:41 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nabaperisite, u‐Eliyakime, u‐Mahaseya, u‐Minyamine, u‐Mikaya, u‐Eliwenai, u‐Zekariya, n o‐Hananiya, benamaxilongo;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
nababingeleli, ooEliyakim, noMahaseya, noMinyamin, noMikaya, noEliyohenayi, noZekariya, noHananiya, benamaxilongo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
nababingeleli; uEliyakim, noMahaseya, uMiniyamin, uMikaya, uEliyohenayi, uZekariya, uHananiya, benamaxilongo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kunye nababingeleli – uEliyakim, uMaseya, uMiniyamin, uMikaya, uEliyohenayi, uZakariya, noHananiya, namaxilongo abo –