Nehemiah 12:42 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
no‐Mahaseya, no‐Shemaya, no‐Elezari, no‐Huzi, no‐Jehohanane, no‐Malekiya, no‐Helami, no‐Hezere. Baye abaculi bevakalisa, no‐Yizeraya umongama.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
noMahaseya, noShemaya, noEleyazare, noUzi, noYohanan, noMalekiya, noElam, noEzere. Iimvumi zavuma kakhulu, uYezeraya engumphathi wazo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
noMahaseya, noShemiya, noElazare, noUzi, noYohanan, noMalekiya, noElam, noEzere. Kwaye iimvumi zavuma ngokuvakalayo, kunye noJísraja, umgcini wabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kanti ke noMaseya, uShemaya, uElazare, u-Uzi, uYohanan, uMalkiya, uElam, noEzere. Ikwayala yayintyiloza ibhexeshwa nguYezeraya.