Nehemiah 13:24 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
bati abantwana bawo inxenye bateta ngesi‐Ashedode, bengenakwazi ukuteta ngesi‐Juda; bateta ngenteto yabantu ngabantu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
oonyana babo inxenye bethetha ngesiAshdode, bengenakuqonda ukuthetha ngesiYuda, bethetha ngokwentetho yezizwe ngezizwe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke sona isiqingatha soonyana babo babethetha ulwimi lwaseAshdode, bengakwazi ukuthetha isiYuda, kodwa bethetha ngolwimi lweentlanga zonke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Isiqingatha sabantwana babo sasithetha ulwimi lwaseAshdode okanye olunye lweelwimi zeentlanga, sona isiJuda bengakwazi kusithetha.