Nehemiah 13:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaza kwati, nxa bebevile umteto, babahlula bonke abantu abadityanisiweyo ko‐Sirayeli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi bakuva umyalelo lowo, bawahlula wonke umxube kumaSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bawuva umyalelo lowo, bayihlula yonke ingxubevange yakwaSirayeli;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bathe ke abantu bakuwuva lo mthetho, basuka bamchwethela phaya wonke umntu osondele kuSirayeli kodwa engowomlibo weentlanga.