Nehemiah 13:30 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwa njalo ndabacokisa kubo bonke abezinye intlanga, ndamisa ukulinda kwabaperisite nokwaba‐Levi, abanye ngabanye emsebenzini wabo,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndawahlambuluka ke ezintweni zonke zezinye iintlanga, ndazimisa izigxina zababingeleli nezabaLevi, zomntu ngomntu emsebenzini wakhe,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndabahlambulula ke koonyana bonke bolunye uhlanga, ndamisa izigxina zababingeleli nabaLevi, elowo emsebenzini wakhe;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke ndabahlambulula ababingeleli nabaLevi kuzo zonke izidyobho zeentlanga, ndaza ke elowo nalowo kubo ndamnika umsebenzi wakhe.