Nehemiah 2:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndandula ndeza kuzo inkosi ezipesheya kwomlambo, ndazinika incwadi zokumkani. Waye ukumkani ebetumile kunye nam inkosi zempi nabakweli bamahashe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndafika kumabamba anganeno koMlambo, ndawanika iincwadi zokumkani. Ke kaloku ukumkani ubendikhuphele nam abathetheli bempi, nabamahashe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndafika kumabamba anganeno koMlambo, ndawanika iincwadi zokumkani. Waza ukumkani wathumela nam abathetheli nabamahashe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndaya ke kubalawuli belentshona ye-Efrati, ndabanika ezo leta zazivela kukumkani. Kananjalo ke ukumkani wayendikhuphele namagosa omkhosi, namajoni amahashe.