Nehemiah 3:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nakufupi nabo kwalungiswa ngu‐Yedaya unyana ka‐Harumafi, kwa malungana nendlu yake. Nakufupi naye kwalungiswa ngu‐Hatushe unyana ka‐Hashabiniya.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ngakubo kulungiswa nguYedaya unyana kaHarumafi, malungana nendlu yakhe; ngakuye kulungiswa nguHatushe unyana kaHashabheniya.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ngakubo kulungiswa nguYedaya unyana kaHarumafi, malungana nendlu yakhe; Kwaye phambi kwakhe waphila uHatus, unyana kaHasabhenja.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYedaya unyana kaHarumafi wayelungisa iindawo ekufuphi nendlu yakhe, kufuphi naye inguHatushe unyana kaHashabheniya.