Nehemiah 3:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Enye indawana elinganisiweyo, nenqaba yamaziko, wazilungisa u‐Malekiya unyana ka‐Harime, no‐Hashube unyana ka‐Pahati‐mowabi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Esinye isithuba sesibini nenqaba ende yamaziko sasilungiswa nguMalekiya unyana kaHarim, noHashubhi unyana kaPahati, wakwaMowabhi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uMalekiya unyana kaHarim, noHashubhi, unyana kaPahati, wakwaMowabhi, balungisa esinye isithuba, nenqaba ende yeziko.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UMalekiya unyana kaHarim noHashubhi unyana kaPahati-mowabhi babelungisa enye indawo kunye neNqaba yamaZiko.