Nehemiah 3:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nesango lenkunkuma walilungisa u‐Malekiya unyana ka‐Rekabe, inkosi yesahlulo sase‐Bete‐kereme; walaka, wazimisa ingcango zalo, n ezitshixelo zalo, nemivalo yalo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Isango lezala lalilungiswa nguMalekiya unyana kaRekabhi, umphathi wesithili seBhete-kerem; walakha, wazifaka iingcango zalo nezitshixo zalo nemivalo yalo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Isango laseMoitedi lalilungiswa nguMalekiya, unyana kaRekabhi, umphathi wesithili saseBhete-hakereme; walakha, wazifaka iingcango zalo nezitshixo zalo nemivalo yalo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
ISango lobuLongwe lalungiswa nguMalkiya unyana kaRekabhi, umphathi wesithili saseBhete-kerem. Walifaka iingcango neziqhobosho nemivalo.