Nehemiah 3:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Emva kwake kwalungisa abazalwana babo, u‐Bavai unyana ka‐Henadade, inkosi y esinye isiqingata sesahlulo sase‐Kehila.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Emva kwakhe kwakulungiswa ngabazalwana babo, uBhawayi unyana kaHenadade, umphathi wesinye isiqingatha sesithili seKehila.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Emva kwakhe kwakha abazalwana babo uBhawayi unyana kaHenadade, inkosana yesiqingatha sesithili saseKehila.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kufuphi naye kwakusebenza amawabo aphantsi koBhawayi unyana kaHenadadi umlawuli wesinye isiqingatha seKehila.