Nehemiah 3:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nakufupi naye kwaka amadoda ase‐Jeriko. Nakufupi nawo kwaka u‐Zakure unyana ka‐Yimri.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngakuye kwakusakha amadoda aseYeriko; ngakuwo kwakusakha uZakure unyana kaImri.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Amadoda aseYeriko akha malunga naye; Phambi kwabo kwakha uSakure unyana kaImri;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Amadoda aseJeriko ayesakha kufuphi nabo, ngakuwo kusakha uZakure unyana kaImri.