Nehemiah 3:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Emva kwake kwalungisa u‐Meremote, unyana ka‐Huriya, unyana ka‐Kotse, enye indawana elinganisiweyo, kwa selucangweni lwendlu ka‐Eliyashibe kwada kwasencameni yendlu ka‐Eliyashibe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Emva kwakhe kwakulungiswa nguMeremoti, unyana kaUriya, unyana kaHakotsi, esinye isithuba; kwathabathela emnyango wendlu kaEliyashibhi, kwesa ekupheleni kwendlu kaEliyashibhi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Emva kwakhe uMeremoti unyana kaUriya unyana kaKoshe walungisa esinye isithuba, ukususela kumnyango wendlu kaEliyashibhi ukusa ekupheleni kwendlu kaEliyashibhi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kufuphi naye yayinguMeremoti unyana kaUriya, kaHakozi, elungisa omnye umgama osukela esangweni lendlu kaEliyashibhi kuye ekupheleni kwayo.