Nehemiah 3:23 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Emva kwake kwalungisa u‐Benjamine no‐Hashube malungana nendlu yabo. Emva kwake kwalungiswa ngu‐Hazariya, unyana ka‐Mahaseya, unyana ka‐Hananiya, ngasendlwini yake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Emva kwabo kwakulungiswa nguBhenjamin noHashubhi, malunga nendlu yabo. Emva kwabo kwakulungiswa nguAzariya, unyana kaMahaseya, unyana ka-Ananiya, ngasendlwini yakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Emva kwakhe kwakulungiswa nguBhenjamin noHashubhi, malunga nendlu yabo. Emva kwakhe uAzariya, unyana kaMahaseya, unyana ka-Ananiyas, wabuyela endlwini yakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngaphaya kwabo kwakulungisa uBhenjamin noHashubhi phambi kwendlu yabo, belandelwa nguAzariya unyana kaMaseya, ka-Ananiya, elungisa ngasendlwini yakhe.