Nehemiah 3:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nakufupi nabo kwalungiswa ngaba‐Tekoha; kodwa imiduna yabo ayangenisa intamo zayo emsebenzini wenkosi yayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ngakubo kulungiswa ngabaseTekowa; ke iingangamsha zabo azizingenisanga zona iintamo zazo enkonzweni yeNkosi yazo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuchasene nabo, abaLingwayo babuya bachacha; ke iingangamsha zabo azizingenisanga zona iintamo zazo enkonzweni yeNkosi yazo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umgama olandelayo wawusakhiwa ngamadoda aseTekowa, nto nje izikhulu zawo zazingafuni kufaka gxalaba kuloo msebenzi phantsi komphathi wazo.