Nehemiah 4:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
KWAYE kute, kwakuviwa ngu‐Sanebalati ukuba siyaka udonga, kwavuta umsindo wake, waqumba kakulu; waza wahlekisa ngama‐Juda,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi, akuva uSanebhalati ukuba siyalwakha udonga, wasuka wavutha umsindo wakhe, waqumba kunene, wawangcikiva amaYuda.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Akuva uSanebhalati ukuba silwakhile udonga, wacaphuka, waba nomsindo kakhulu, wawangcikiva amaYuda.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akuva ukuba siyalwakha udonga uSanebhalati wachukumiseka wakhathazeka gqitha. Waphoxisa ngawo amaJuda,