Nehemiah 4:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baza bati o‐Juda: Amandla abatwali bemitwalo ayapela, kanti inkunkuma iseninzi; kukona sikohlwayo kulwaka udonga.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Athi amaYuda, Amandla abathwali bemithwalo ayetha, inkunkuma ininzi; thina asinakulwakha udonga.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uYuda, Aphelile amandla abathwali, nenkunkuma ininzi; ngoko asinako ukwakha udonga.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke bona abantu bakwaJuda bathi: “Abasebenzi bayaphelelwa ngamandla ngoku, ibe yona inkunkuma ininzi kangangokuba singabi nako ukuqhubela phambili silwakhe udonga.”