Nehemiah 4:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Zaye zisiti intshaba zetu: Abayi kwazi, abayi kubona kanjako, side singene pakati kwabo, sibabulale, siwupelise umsebenzi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ababandezeli bethu abo babesithi, Akayi kwazi, akayi kubona, side singene phakathi kwawo, siwabulale, siwumise umsebenzi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Zathi iintshaba zethu, khange bazi, ababonanga, sada sangena phakathi kwabo, sababulala, sawumisa umsebenzi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Neentshaba zethu zathi: “Bothi bengekasiqondi okanye basibone, sibe sesiphakathi kwabo, sibaqwakanise bafe, ume lo msebenzi.”