Nehemiah 4:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako ndamisa ezindaweni zasezantsi ngasemva kwodonga, kwezitshileyo, ndamisa abantu, ngezizalwane zabo, beneziṙele zabo, n entshuntshe zabo, nezipeta zabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndesuka, ndamisa ezindaweni ezisezantsi emva kodonga, ezindaweni ezibalelelwa lilanga, ndamisa abantu ngokwemizalwane, benamakrele abo, nezikhali zabo, nezaphetha zabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndamisa ezindaweni eziphantsi emva kodonga nasezigangeni, ndamisa abantu ngokwemizalwane yabo, benamakrele abo, nezikhali zabo, nezaphetha zabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke ndamisa abantu emva kwezona ndawo zimfutshane apho eludongeni, iindawo ezisesichengeni, ndabamisa ngokwemizi, bexhobe ngamakrele, imikhonto, neentolo.