Nehemiah 4:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Abo bakayo eludongeni, nabo batwala imitwalo, n abatwesayo, ngesinye isandla sabo basebenza, nangesinye babamba isikali, abanye ngabanye:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke aba babesakha eludongeni, nabathwala imithwalo, babethwala ngesinye isandla esibe sisebenza emsebenzini, baphathe izikhali ngesinye;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Abo babesakha eludongeni nabo babethwala imithwalo kunye nabo babezala, ngamnye waqalisa ukusebenza ngesandla esinye, ephethe isixhobo ngesinye isandla.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
ababesakha udonga. Abathwala iimpahla zokwakha, babesebenza ngesandla esinye, esinye siphethe izixhobo;