Nehemiah 4:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngokuba abaki, bonke ngabanye bebenamaṙele abo ebinqiwe ezinqeni zabo, baka ke. Kodwa lowo owavutelayo ngexilongo ebengakum.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
nabakhi babesakha, benxibe elowo ikrele lakhe esinqeni sakhe. Ovuthela isigodlo ubesecaleni lam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kubakhi, elowo wabeka ikrele lakhe ecaleni lakhe, kwaye bakha ngale ndlela. Lavuthela ixilongo, waba nam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
umakhi ngamnye wayenxule ikrele lakhe ecaleni ngoku asebenzayo. Ke indoda evuthela isigodlo yayisoloko ikunye nam.