Nehemiah 4:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ungaseleli ityala labo; nesono sabo masingacinywa pambi kwako: ngokuba be ku qumbisile, bemela abaki.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Musa ukubuselela ubugwenxa babo; musa ukusicima isono sabo phambi kwakho; ngokuba bakuqumbisile phambi kwabakhi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Musa ukubugquma ubungendawo babo, ungasivumeli sicinywe isono sabo phambi kwakho, ngenxa yokuba bakwenza intlekisa phambi kwabakhi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ungalingcwabi ityala labo, nezono zabo ungazisusi emehlweni akho. Kaloku bona babagibisele ngezithuko abakhi.