Nehemiah 4:8 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
bacebana bonke kwa kunye ukuza ukulwa ngakuyo i‐Yerusaleme, nokuyixaka.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bacebisana kunye bonke bephela, ukuba beze kulwa neYerusalem, bayonakalise.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Babhunga bonke bephela, ukuba beze kulwa neYerusalem, bayithintele.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Badibana bonke, benza iyelenqe lokuza kulwa neJerusalem, badale isiphithi-phithi.