Nehemiah 4:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa satandaza kutixo wetu, samisa abalindi ngakubo, imini nobusuku, ngenxa yabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Sathandaza kuThixo wethu, samisa abokulinda imini nobusuku ngenxa yabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Noko ke, sathandaza kuThixo wethu, samisa abalindi nxamnye nabo imini nobusuku ngenxa yabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe ke sakhunga kuThixo wethu, samisa abalindi ukujongana nabo imini nobusuku.