Nehemiah 5:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
KWAZA kwabako isikalo esikulu sabantu nabafazi babo, ngakubo abazalwana babo ama‐Juda.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku kwabakho ukukhala okukhulu kwabantu nabafazi babo ngabazalwana babo amaYuda.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku kwabakho ukukhala okukhulu ebantwini nabafazi babo ngabazalwana babo amaYuda.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoku ke amadoda nabafazi bawo benza isimbonono bekhalazela amawabo angamaJuda.