Nehemiah 5:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwa nam, n abazalwana bam, nezicaka zam, besingabangayo kubo imali nenqolowa: masiyeke ke inzuzo le.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kananjalo mna, abazalwana bam, namadodana akwam, sibaboleke imali nengqolowa; makhe sikuyeke oku kuboleka ngokubambisa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwangokunjalo, mna nabazalwana bam, nabakhonzi bam, sibe nako ukubiza kubo imali nengqolowa;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Mna nabantakwethu namadoda akwam siyababoleka abantu imali nokudla. Ngoko ke masiyeke ukubaxhaphaza sizuze ingeniso.