Nehemiah 5:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba bekuko abati: Tina, onyana betu, nentombi zetu, sibaninzi; ngako sitengile inqolowa, ukuba sidle, sipile nokupila.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bekukho ababesithi, Sibaninzi thina, oonyana bethu, neentombi zethu; masamkele ingqolowa, ukuze sidle, siphile.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bekukho ababesithi, Thina, oonyana bethu, neentombi zethu, sibaninzi; ngoko ke, sibathabathele ingqolowa, ukuze sidle, ukuze siphile.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abanye babesithi: “Thina noonyana neentombi zethu sibaninzi; ngoko ke ukuze sibe nokutya siphile kufuneka sikufumane ukudla.”