Nehemiah 6:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba bona bonke bebesoyikisa, besiti: Izandla zabo zoyeka umsebenzi, ude ungenzwa ke. Ngako kaloku, Tixo! yomeleza izandla zam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba bonke bephela bebesoyikisa, besithi, Izandla zawo ziya kuwuyeka lo msebenzi, ungenziwa. Ngoko, Thixo, zomeleze izandla zam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba bebesoyikisa sonke, besithi, Izandla zabo ziya kuwuyeka lo msebenzi, ungenziwa. Yomeleza izandla zam ngoku, Thixo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ewe, babezama ukusoyikisa besithi: “Baza kutyhafa ukuze umsebenzi bawuyeke ungagqitywanga.” Kambe ke ndathandaza ndathi: “Thixo wethu, zomeleze izandla zam!”