Nehemiah 7:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
KWAYE kute, emveni kwokuba udonga lwaselwakiwe, nokuba bendizimisile ingcango, nokuba bebepatisiwe abalindimnyango, nabaculi, naba‐Levi,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku kwathi, lwakwakhiwa udonga, ndazifaka iingcango;bamiswa abamasango, nabavumi, nabaLevi, ukuba bagcine umsebenzi wabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Lwalulwa udonga, ndazifaka iingcango, bamisa abamasango, neemvumi, nabaLevi;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Emva kokugqitywa kodonga ndafakela iingcango ezindaweni zazo, kwaza kwamiselwa abalindi-masango, iimvumi, nabaLevi.