Nehemiah 7:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Usapo luka‐Pahati‐mowabi, olwosapo luka‐Yoshuwa no‐Jowabi, ngamawaka mabini anamakulu asibozo aneshumi linesibozo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Oonyana bakaPahati wakwaMowabhi, koonyana bakaYeshuwa noYowabhi, ibingamawaka amabini, anamakhulu asibhozo, anashumi linye linesibhozo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
oonyana bakaPahati wakwaMowabhi, koonyana bakaYeshuwa noYowabhi, ibingamawaka amabini, anamakhulu asibhozo, aneshumi elinye elinesibhozo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
inzala kaPahati-mowabhi ngomlibo kaYeshuwa noJowabhi 2 818