Nehemiah 7:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Usapo luka‐Bebai, ngamakulu matandatu anamashumi mabini anesibozo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Oonyana bakaBhebhayi ibingamakhulu amathandathu, anamanci mabini anesibhozo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
oonyana bakaBhebhayi babengamakhulu amathandathu anamashumi amabini anesibhozo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
inzala kaBhebhayi 628