Nehemiah 7:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Usapo luka‐Hazegadi, ngamawaka mabini anamakulu matatu anamashumi mabini anesibini.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Oonyana baka-Azegadi ibingamawaka amabini, anamakhulu mathathu, anamanci mabini anababini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
oonyana baseAshgade babengamawaka amabini, anamakhulu mathathu, anamanci mabini anababini;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
inzala ka-Azegadi 2 322