Nehemiah 7:23 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Usapo luka‐Betsai, ngamakulu matatu anamashumi mabini anesine.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Oonyana bakaBhetsayi ibingamakhulu amathathu, anamanci mabini anabane.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
oonyana bakaBheshayi babengamakhulu amathathu anamashumi amabini anesine;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
inzala kaBhezayi 324