Nehemiah 7:30 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Amadoda ase‐Rama ne‐Gaba, ngamakulu matandatu anamashumi mabini ananye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Amadoda aseRama neGabha ibingamakhulu amathandathu, anamanci mabini ananye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Amadoda aseRama neGebha ibingamakhulu amathandathu, anamanci mabini anamnye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
amadoda aseRama naseGabha 621