Nehemiah 7:45 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Abalindimnyango: usapo luka‐Shalume, usapo luka‐Atere, usapo luka‐Talimone, usapo luka‐Hakube, usapo luka‐Hatita, usapo luka‐Shobai, likulu linye elinamashumi matatu anesibozo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Abamasango: oonyana bakaShalum, oonyana baka-Atere, oonyana bakaTalemon, oonyana baka-Akubhi, oonyana bakaHatita, oonyana bakaShobhayi, ibilikhulu, elinamanci mathathu anesibhozo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Abagcini-masango, oonyana bakaShalum, oonyana baka-Atere, oonyana bakaTalemon, oonyana baka-Akubhi, oonyana bakaHatita, oonyana bakaShobhayi, babelikhulu elinamashumi amathathu anesibhozo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
abagcini-masango benzala kaShalum, noAtere, noTalmon, noAkubhi, noHatita, kwanoShobhayi 38