Nehemiah 7:47 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
usapo luka‐Kerosi, usapo luka‐Siha, usapo luka‐Padoni,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
oonyana bakaKerosi, oonyana bakaSiha, oonyana bakaPadon,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
nabantwana bakwaKerose, nabantwana bakwaSiya, nabantwana bakwaPadon,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
inzala kaKerosi noSiya noPadon,