Nehemiah 7:51 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
usapo luka‐Gazame, usapo luka‐Huza, usapo luka‐Paseha,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
oonyana bakaGazam, oonyana bakaUza, oonyana bakaPaseha,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
nabantwana bakwaGasam, nabantwana bakwa-Usa, noonyana bakaPasiya;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
inzala kaGazam noUza noPaseya,