Nehemiah 7:54 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
usapo luka‐Batseliti, usapo luka‐Mehida, usapo luka‐Haresha,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
oonyana bakaBhatseliti, oonyana bakaMehida, oonyana bakaHarsha,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
nabantwana bakwaBhasheliti, nabantwana bakwaMehida, nabantwana bakwaHarsa,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
inzala kaBhezeliti noMehida noHasha,