Nehemiah 7:57 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Usapo lwezicaka zika‐Solomone: usapo luka‐Sotai, usapo luka‐Soferete, usapo luka‐Perida,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Oonyana babakhonzi bakaSolomon: oonyana bakaSotayi, oonyana bakaSoferete, oonyana bakaPerida,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Oonyana babakhonzi bakaSolomon: oonyana bakaSotayi, oonyana bakaSofereti, oonyana bakaPerida;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwinzala yezicaka zikaSolomon ezibuyileyo ekuthinjweni: inzala kaSotayi noSoferete noPerida,