Nehemiah 7:62 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Usapo luka‐Delaya, usapo luka‐Tobiya, usapo luka‐Nekoda, ngamakulu matandatu anamashumi mane anesibini.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
oonyana bakaDelaya, oonyana bakaTobhiya, oonyana bakaNekoda, babengamakhulu omathandathu, anamanci mane anababini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
oonyana bakaDelaya, oonyana bakaTobhiya, oonyana bakaNekoda, babengamakhulu omathandathu, anamanci mane anababini.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
inzala kaDelaya noTobhiya noNekoda 642