Nehemiah 7:63 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nakubo abaperisite: onyana baka‐Habaya, onyana baka‐Kotse, onyana baka‐Barezilai, owazeka umfazi kwintombi zika‐Barezilai um‐Gileyadi, wabizwa ngegama lazo:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kubabingeleli: oonyana bakaHabhaya, oonyana bakaHakotse, oonyana bakaBharzilayi, owazeka umfazi ezintombini zikaBharzilayi waseGiliyadi, wabizwa ngegama lazo:
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kubabingeleli: oonyana bakaHabhaya, oonyana bakaKoshe, oonyana bakaBharzilayi, owatshata enye yeentombi zikaBharzilayi umGiliyadi waza wathiywa ngabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kubabingeleli: inzala kaHabhaya noHakozi noBhazilayi (ondlu yakhe ibisekwe yindoda eyathatha intombi kaBhazilayi umGiliyadi, yaza yabizwa ngegama likaBhazilayi)