Nehemiah 7:64 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
aba bafuna ukuba̔lelwa kwabo pakati kwababa̔lelweyo ngokuzalwa, kodwa akwafunyanwa: ngako bashenxiswa kubo ubuperisite njengabanco̔lileyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
abo bakufuna ukubhalwa kwabo kwababhalelwayo emilibeni yokuzalwa, abakufumana; bangcola ke, ababa sebubingelelini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bakhangela ingxelo yabo phakathi kwabo babebhalwe emilibeni yokuzalwa, kodwa ayifunyanwa;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Aba bafunisisa ezincwadini zemilibo yokuzalwa, koko awulandekanga umlibo wokuzalwa kwabo. Ngenxa yoko abathatyathwanga njengabahlambulukileyo, baza abavunyelwa ukwenza umsebenzi wobubingeleli.