Nehemiah 8:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo aba‐Levi batutuzela abantu bonke, besiti: Tutuni, ngokuba imini le ingcwele; ngako ningadandateki.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
NabaLevi babebathuthuzela abantu bonke, besithi, Yithini tu; ngokuba le mini ingcwele; musani ukuba buhlungu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bazolisa abaLevi uhlanga lonke, bathi, Zolani, kuba ingcwele le mini; yaye musani ukuba buhlungu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke abaLevi babazolisa abantu, besithi: “Le yimini eyodwa, zolani. Sanukuba lusizi.”